Uluka 9:26 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba othe waneentloni ngam, nangamazwi am, naye uNyana woLuntu woba neentloni ngaye, xa eza esewongeni lakhe nelikaYise nelezithunywa ezingcwele.

Uluka 9

Uluka 9:17-30