Uluka 8:41 Ibhayibhile (XHO96)

Kwabonakala kusiza indoda egama linguJayiro, eyayiligosa lendlu yesikhungo. Yona yazikhahlela phantsi ngasezinyaweni zikaYesu, yambongoza ukuba eze endlwini yayo,

Uluka 8

Uluka 8:38-44