Uluka 8:33 Ibhayibhile (XHO96)

Zaphuma ke iindimoni endodeni leyo, zangena ezihagwini, waza umhlambi lowo waphaphatheka, wehla ethambekeni, waya kweyela elwandle, warhaxwa.

Uluka 8

Uluka 8:30-37