Uluka 8:22 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ngamhla uthile uYesu waya kukhwela esikhitshaneni kuLwandle lwaseGalili. Babekho nabafundi bakhe, waza wathi kubo: “Masiwele siye ngaphesheya.” Banduluka ke.

Uluka 8

Uluka 8:14-24