Uluka 8:13 Ibhayibhile (XHO96)

Abo ke baselulwalweni ngabathi, bakuliva ilizwi, balamkele ngovuyo, kodwa babe bengenazingcambu zendeleyo, kuba bakholwa okomzuzwana, ze bathi bakuhendwa, balahle.

Uluka 8

Uluka 8:3-22