Uluka 8:10 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ke yena: “Nikuphiwe nina okokuba nizazi iimfihlelo ezingolawulo lukaThixo, kodwa abo bangakuphiwanga baziva ngemizekeliso nje, ukuze, njengoko zitshoyo iziBhalo ukuthi:“ ‘Bebona nje, bangaboni;besiva nje, bangaqondi.’”

Uluka 8

Uluka 8:9-13