Uluka 7:34 Ibhayibhile (XHO96)

Ufikile ke yena *uNyana woLuntu, esidla, esela; naza nina nathi: ‘Khanibone, nanku umntu onyolukileyo, oyindlamanzi, umhlobo wabaqokeleli-rhafu *naboni!’

Uluka 7

Uluka 7:29-44