Uluka 7:25 Ibhayibhile (XHO96)

Naphuma nisiya kubona ntoni na kakade? Yayingumntu ohombileyo na? Niyabona, abo banxiba izivatho eziqaqambileyo, badle amanqatha elizwe, ngabasezindlwini zookumkani.

Uluka 7

Uluka 7:15-31