Uluka 6:8 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu ke wayezazi iingcamango zabo, waza wathi kuloo mntu wayome isandla: “Phakama, uze ngaphambili.” Waphakama ke, wema apho.

Uluka 6

Uluka 6:1-12