Uluka 6:49 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa owavileyo amazwi am waza akawenza, yena ufana nomntu owakhe indlu phezu komhlaba, kungekho siseko. Kwathi ke, zakugaleleka kuyo iimpuphuma, yawa kwangoko, yadilika didli!”

Uluka 6

Uluka 6:45-49