Uluka 6:4 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku wangena *endlwini kaThixo, wazithatha wazitya izonka ezazinikelwe kuThixo, wanika neqela lakhe. Kanti ke ngokomthetho ezo zonka azimelwe kutyiwa ngabangengobabingeleli.”

Uluka 6

Uluka 6:1-10