Uluka 6:37 Ibhayibhile (XHO96)

“Musani ukugweba; nani ke aniyi kugwetywa nguThixo. Musani ukugxeka; nani ke aniyi kugxekwa nguThixo. Xolelani; nani ke niya kuxolelwa nguThixo.

Uluka 6

Uluka 6:28-38