Uluka 6:24-27 Ibhayibhile (XHO96)

24. “Kodwa mawoo, nina zityebi! Senilufumene ulonwabo lwenu nina kaloku.

25. Mawoo, nina bahluthayo ngoku!Nina niya kulamba.Mawoo, nina bahlekayo ngoku!Niya kukhedama nilile nina.

26. “Kunyembelekile xa bathe bathetha kakuhle ngani bonke abantu! Kaloku babesenjenjalo ooyise kubashumayeli abaxokayo.”

27. “Ke mna ndithi kuni, nina nindivayo: Zithandeni iintshaba zenu, nibenzele okulungileyo abo banithiyileyo.

Uluka 6