Uluka 6:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ngaloo mihla uYesu waphuma, wasinga entabeni, esiya kuthandaza. Wachitha ubusuku bonke ezibika kuThixo.

Uluka 6

Uluka 6:8-22