Uluka 5:27 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko uYesu waphuma, waza wabona umqokeleli-rhafu, ogama linguLevi, ehleli eofisini yerhafu; wathi kuye: “Ndilandele.”

Uluka 5

Uluka 5:20-34