Uluka 5:21 Ibhayibhile (XHO96)

Baza abachazi-mthetho nabaFarasi bathetha bodwa besithi: “Yini na ukuba lo mntu anyelise ngolu hlobo? Ngubani kakade onako ukuxolela izono ngaphandle koThixo?”

Uluka 5

Uluka 5:15-28