Uluka 5:19 Ibhayibhile (XHO96)

Exakiwe kukumngenisa ngenxa yokuxinana kwesihlwele, akhwela phezu kwendlu, aqhaqha uphahla, amhlisa ngokhuko, ambeka phakathi, phambi koYesu.

Uluka 5

Uluka 5:17-25