Uluka 4:38 Ibhayibhile (XHO96)

Waphuma ke uYesu *endlwini yesikhungo, waya kungena endlwini kaSimon. Ke umkhwekazi kaSimon wayephethwe yifiva ngamandla, baza ke baxelela uYesu ngaye.

Uluka 4

Uluka 4:28-44