Uluka 4:27 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo babebaninzi abaneqhenqa kwaSirayeli ngemihla yomshumayeli uElisha; kanti ke akuhlanjululwanga namnye kubo ngaphandle koNahaman umSiriya.”

Uluka 4

Uluka 4:20-30