Uluka 4:25 Ibhayibhile (XHO96)

Enyanisweni babebaninzi abahlolokazi kwaSirayeli ngemihla kaEliya, oko lalibalele iminyaka emithathu eneenyanga ezintandathu, kukho indlala enkulu kulo lonke ilizwe.

Uluka 4

Uluka 4:20-29