Uluka 4:16 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu ke waya kufika eNazarete, apho wayekhulele khona, wathi ngokwesiqhelo sakhe wangena *endlwini yesikhungo *ngoMhla wokuPhumla. Waphakama ke ukuba afunde;

Uluka 4

Uluka 4:11-20