Uluka 3:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko yenzani izinto ezibonakalisa inguquko. Ze ningafane nithi: ‘Siyinzala ka-Abraham.’ Ndiyanixelela mna, uThixo unako ngawo la matye ukumvelisela abantwana uAbraham.

Uluka 3

Uluka 3:6-9