Uluka 24:47 Ibhayibhile (XHO96)

Kukwabhalwe kusithiwa zothi egameni lakhe zivakaliswe kuzo zonke iintlanga iindaba zenguquko noxolelo lwezono, kuqalelwa eJerusalem.

Uluka 24

Uluka 24:43-53