Uluka 24:4-6 Ibhayibhile (XHO96)

4. Kwathi, besakhohliwe yile nto, kwathi gqi amadoda amabini ngakubo, enezambatho ezibengezelayo.

5. Basuka boyika abafazi, baqondela phantsi, aza athi loo madoda: “Yini na ukuba ophilayo nimfune kwabafileyo? [

6. Akakho apha, uvukile.] Khumbulani awakuthetha kuni esekwelaseGalili,

Uluka 24