Uluka 24:18 Ibhayibhile (XHO96)

waza waphendula omnye, lo ugama linguKleyopa, wathi kuye: “Nguwe kuphela na kwababekho eJerusalem ongazaziyo izinto ezenzeke khona kwezi ntsuku?”

Uluka 24

Uluka 24:17-27