Uluka 24:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa yena uPetros usuke wabaleka, waya engcwabeni, wathi akukhangela, wabona ingubo yelinen iyodwa, waza wagoduka emangalisiwe koko kwenzekileyo.]

Uluka 24

Uluka 24:11-21