Uluka 23:8 Ibhayibhile (XHO96)

UHerode akumbona uYesu, wavuya kunene; kwakukade efuna ukumbona, kuba wayeve kuthethwa lukhulu ngaye. Wayenqwenela nokubona umqondiso usenziwa nguYesu.

Uluka 23

Uluka 23:1-18