Uluka 23:44 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku kwakumalunga nentsimbi yeshumi elinambini emini, laza lasuka latshona emini ilanga, kwaba mnyama phezu kwawo wonke umhlaba, kwada kwayintsimbi yesithathu emva kwemini.

Uluka 23

Uluka 23:39-47