Uluka 23:33 Ibhayibhile (XHO96)

Bakufika kuloo ndawo kuthiwa luKhakhayi, bambethelela emnqamlezweni khona apho uYesu, bezibethelela kwanezihange ezo, esinye ngasekunene, nesinye ngasekhohlo.

Uluka 23

Uluka 23:32-39