Uluka 23:26 Ibhayibhile (XHO96)

Kwemkiwa ke noYesu, aza amajoni athi xhakamfu Simon uthile waseKirene, owayevela emaphandleni, awubeka phezu kwakhe umnqamlezo, ukuba awuthwale emva koYesu.

Uluka 23

Uluka 23:25-30