Uluka 23:18-20 Ibhayibhile (XHO96)

18. Bankqangaza ke bonke besithi: “Mbulale lo, usikhululele uBharabha!”

19. UBharabha lo wayephoswe entolongweni ngenxa yesiphithi-phithi esithile esabakho esixekweni apho, kwanangokubulala.

20. Waphinda ngoko uPilato wathetha nabo, efuna ukumkhulula uYesu.

Uluka 23