Uluka 22:47 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu esathandaza, kwathi gqi indimbane, ikhokelwa nguJudas, ongomnye wabafundi abalishumi elinambini. Yena wasondela kuYesu ukuba amange.

Uluka 22

Uluka 22:42-54