Uluka 22:4 Ibhayibhile (XHO96)

Wesuka waya kubhunga nababingeleli abaziintloko nabagcini *bendlu kaThixo, wacebisana nabo ngeyona nto anokuyenza ukuze babe nokumbamba uYesu.

Uluka 22

Uluka 22:3-12