Uluka 22:27 Ibhayibhile (XHO96)

Nguwuphi na kakade omkhulu: ngulowo uhleli etafileni, nokuba ngulowo uzisa ukutya etafileni? Asingulowo uhleli etafileni na? Ke mna phakathi kwenu ndinjengesicaka.

Uluka 22

Uluka 22:18-31