Uluka 21:37-38 Ibhayibhile (XHO96)

37. Ke kaloku emini uYesu ebefundisa *endlwini kaThixo, athi ngokuhlwa aye kulala eNtabeni yemiNquma.

38. Kwakusasa bonke abantu babesiza kumphulaphula endlwini kaThixo.

Uluka 21