Uluka 2:4 Ibhayibhile (XHO96)

UJosefu ke waphuma kwelaseGalili, kwidolophu iNazarete, waya kwelakwaJuda, kwidolophu kaDavide eyiBhetelehem, kuba wayengowomlibo kaDavide.

Uluka 2

Uluka 2:3-9