Uluka 2:34 Ibhayibhile (XHO96)

USimon wabasikelela, wathi kuMariya unina: “Uyabona, lo Mntwana umiselwe ukuwa nokuvuka kwabaninzi kwaSirayeli, nokuba abe ngumqondiso ochasiweyo,

Uluka 2

Uluka 2:25-37