Uluka 2:25 Ibhayibhile (XHO96)

EJerusalem apho kwakukho umntu ogama linguSimon. Wayelilungisa, emhlonela uThixo, elindele ukuthuthuzelwa kwamaSirayeli, enefuthe likaMoya oyiNgcwele.

Uluka 2

Uluka 2:24-33