Uluka 19:5 Ibhayibhile (XHO96)

Akufika kuloo ndawo, wakhangela phezulu uYesu, wathi kuyo: “Zakeyi, khawuleza uhle, kuba namhlanje ndimelwe kukuba lundwendwe lwakho.”

Uluka 19

Uluka 19:1-11