Uluka 17:27 Ibhayibhile (XHO96)

Babesidla, besela, bezeka, besendisa, kwada kwangumhla wokungena kukaNowa enqanaweni; wafika unogumbe, wabatshabalalisa bonke.

Uluka 17

Uluka 17:18-31