Uluka 14:26 Ibhayibhile (XHO96)

“Ukuba ubani uza kum, angancami uyise, nonina, nomfazi, nabantwana, nabantakwabo, noodade wabo, ewe, kwanobakhe ubomi obu, akanakuba ngumfundi wam.

Uluka 14

Uluka 14:19-30