Uluka 13:28 Ibhayibhile (XHO96)

Khona apho niya kulila ningcungcutheke, xa nibona uAbraham noIsake noYakobi nabo bonke abashumayeli bamandulo bexhamla ubuncwane bokulawulwa nguThixo, nibe nina nikhutshelwe ngaphandle.

Uluka 13

Uluka 13:21-33