Uluka 12:27 Ibhayibhile (XHO96)

Qondani ngeenyibiba ukukhula kwazo. Azisebenzi, zingaluki nokuluka oku, kanti ngenene naye uSolomon kubo bonke ubunewu-newu bakhe wayengavathiswanga nanjenganye kuzo.

Uluka 12

Uluka 12:19-30