Uluka 12:24 Ibhayibhile (XHO96)

Qondani ngamahlungulu la. Wona akahlwayeli, engavuni nokuvuna; akanasisele, engenavimba; kanti noko uThixo uyawondla! Ke nina nibeke phi na ukuxabiseka kuneentaka!

Uluka 12

Uluka 12:22-34