Uluka 11:39 Ibhayibhile (XHO96)

INkosi ke yathi kuye: “Kaloku nina baFarasi nihlamba umphandle wendebe nesitya, kanti ngeentliziyo zenu nizungula ukuphanga nenkohlakalo.

Uluka 11

Uluka 11:34-40