Uluka 11:26 Ibhayibhile (XHO96)

ize ke ijike iye kuphuthuma ezinye iindimoni ezisixhenxe ezikhohlakeleyo kunayo, zingene ke zihlale khona; ize imeko yamva yaloo mntu ibe mbi kuneyokuqala.”

Uluka 11

Uluka 11:20-31