Uluka 11:24 Ibhayibhile (XHO96)

“Xa indimoni ithe yaphuma emntwini, icanda ezinkqantosini, ifuna ukuphumla; ize yakuba ingakufumani, isuke ithi: ‘Ndiya kubuyela endlwini yam endaphuma kuyo.’

Uluka 11

Uluka 11:14-26