Uluka 11:14 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu wayekhupha indimoni edala ubumumu emntwini; kwaza kwathi, yakuphuma indimoni, isimumu eso sathetha. Samangaliswa ke isihlwele,

Uluka 11

Uluka 11:11-17