Uluka 10:40 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uMarta wayexakeke kakhulu ngamalungiselelo; waya kuYesu, wathi: “Nkosi, akukhathali na kukuba umsakwethu andiyekele ndilungiselele ndendwa? Yitsho kuye andincedise.”

Uluka 10

Uluka 10:34-42