36. “Khawutsho ke, nguwuphi kwabo bathathu owaba ngummelwane walowo wagaxeleka ezihangeni?”
37. Umchazi-mthetho wathi: “Ngulowo waba novelwano.”Waza uYesu wathi kuye: “Hamba uye kwenjenjalo ke nawe.”
38. Kolo hambo lwabo uYesu ungene dolophaneni ithile, waza wamkelwa endlwini ngumfazi othile ogama linguMarta.